Intliziyo Yam

Intliziyo Yam

Intliziyo yam... Xa ndibon' abany' abantu Intliziyo yam ibabuhlungu Xa ndibon' abanye abantu behlupheka Intliziyo yam ibabuhlungu Xa ndibon' abanye abantu bekhala Intliziyo yam ibabuhlungu Xa ndibon' abanye abantu behlupheka Intliziyo yam ibabuhlungu Xa ndibon' abanye abantu bekhala Andikwazi nokuzibamba iinyembezi ziyazehlela emehlweni am Kunzima akukho lula Lendlela iyenyuka Kodwa bambelela, kodwa qinisela ungaphel' amandla Kodwa bambelela, kodwa qinisela ungaphel' amandla Intliziyo yam ibabuhlungu Xa ndibon' abanye abantu behlupheka Intliziyo yam ibabuhlungu Xa ndibon' abanye abantu bekhala Intliziyo yam (intliziyo yami) Intliziyo yami (intliziyo yam) Somandla thethelela Nkulunkulu thethelela...

Intliziyo Yam

King Shakes · 1732204800000

1

King Shakes的其他专辑